Zintle Kwaaiman – Imithandazo Ft. Rethabile Khumalo


Zintle Kwaaiman - Imithandazo Ft. Rethabile Khumalo

MP3 DOWNLOAD Zintle Kwaaiman – Imithandazo Audio Song

Award Winning recording music artist Zintle Kwaaiman has just release a brand new single titled “Imithandazo”, a song with an amazing sounds and lyrics that will gives joy to every listerner.

Download and enjoy this song below, please dont forget to share with your friends and family through your social media account.


DOWNLOAD HERE

Zintle Kwaaiman Imithandazo Mp3 Lyrics
Ubom bam ngumahla ndenyuka
Ndithandaza ubon imizamo yam
Thandaza ubon’intlizyo yam
Izikhalazo zam zaziwa nguwe

Khanyis indlela mntu omdala
Kudala ndibona ubumnyama
Khokhela bawo khokhela x2

Siyakhuleka Amakhosini
Siyakhuleka kuni ziiNdlondlo
SiCamagusha siguqa kuni sicela iimpendulo
Sicela iimpendulo

Sizoytshis’impepho emsamo
Sicele kuni badala
Sivume kuba Sonile
Kodwa sicel’iimpendule

Chorus
Ndathemb uyayiva imithandazo yam
xa ndikhala kuwe x2
Uzophendula Baba Wam

Yeah yeah yeah x4

Rethabile’s Verse

Baba susa ubumnyama ulethe ukukhanya ngikhanyisele endlelen Baba.
Nazi zing haqile izinkinga zalomhlaba
Ngikhuleka kuwena baba

Baba wami mna umthalo uyangisinda
Nazi izitha sezifuna ukungiginqa, kodwa ngithembe wena.

Ngoba ngiyazi uzongisiza
Yeah weanaaaaa
Wuuuuuh heeeeeeh sheeeeem
Sheeeem

Chorusx4

Ngiyathemb uyayiva
Ndathemb uyayiva imithandazo yam
xa ndikhala kuwe x2
Uzophendula Baba Wam

Yeah yeah yeah x4
Mhhhhhm 4


Be the first to comment

Leave a Reply

Your email address will not be published.


*